1
Isityilo sika‐Johane 8:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
NAXESHEKWENI yasinqikayo isincamatiselo sesixe̔nxe, kwatiwa cwaka ezulwini kwanga kusisiqingata seyure.
Compare
Explore Isityilo sika‐Johane 8:1
2
Isityilo sika‐Johane 8:7
Yati eyokuqala ingelosi yahlokomisa; kusuke kwabako izico̔to nomlilo zipitikeziwe negazi, zaposelwa emhlabeni: saza isiqingata sesitatu sayo imiti satshiswa, nabo bonke utyani obuluhlaza batshiswa.
Explore Isityilo sika‐Johane 8:7
3
Isityilo sika‐Johane 8:13
Ndaza ndabona, ndeva ingelosi etile ibaleka ngamapiko pakati kwezulu isiti ngelizwi elikulu: Ilishwa, ilishwa, ilishwa, kubo abemiyo pezu kwomhlaba, ngawo amanye amazwi exilongo lengelosi zontatu eziseza kuhlokomisa!
Explore Isityilo sika‐Johane 8:13
4
Isityilo sika‐Johane 8:8
Yati eyesibini ingelosi yahlokomisa; kwaye kunjengokungati intaba enkulu isitsha ngomlilo yaposelwa elwandle: sisuke isiqingata sesitatu solwandle saba ligazi
Explore Isityilo sika‐Johane 8:8
5
Isityilo sika‐Johane 8:10-11
Yati eyesitatu ingelosi yahlokomisa; kwaza kwawa ezulwini inkwenkwezi enkulu ivuta njengesibane, yawa pezu kwesiqingata sesitatu sayo imilambo, napezu kwayo imitombo yamanzi; negama lenkwenkwezi leyo kutwa ngu‐Mhlonyane: saza isiqingata sesitatu sawo amanzi saba ngumhlonyane: bati abantu abaninzi bafa ngamanzi lawo, kuba enziwa ṙaṙa.
Explore Isityilo sika‐Johane 8:10-11
6
Isityilo sika‐Johane 8:12
Yati eyesine ingelosi yahlokomisa; kwaza kwabetwa isiqingata sesitatu selanga, nesiqingata sesitatu senyanga, nesiqingata sesitatu senkwenkwezi; ukuze kwenziwe mnyama isiqingata sesitatu sazo, iti imini ingabonakali isiqingata sesitatu sayo, nobusuku bube kwa njalo.
Explore Isityilo sika‐Johane 8:12
Home
Bible
Plans
Videos