1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
Elowo ke uphiwa ukubonakalalisa uMoya, kuze kubekho okulungele bonke
Compare
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:7
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:27
Nina ke ningumzimba kaKristu, ngokwamalungu mnye.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:27
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:26
kuthi, nokuba lilungu elinye eliva ubunzima, avelane amalungu onke; nokuba lilungu elinye elizukiswayo, avuyisane amalungu onke.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:26
4
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:8-10
Kuba omnye okunene uphiwa ngaye uMoya ilizwi lobulumko; omnye ke, ilizwi lokwazi kwangaloo Moya; wumbi ke uphiwa ukholo kwangaloo Moya; omnye ke, izibabalo zeziphiliso kwangaloo Moya; omnye ke uphiwa imimangaliso; omnye isiprofeto esi; omnye ke, ukucalula oomoya; wumbi ke, iintlobo zeelwimi; omnye ke, ukucaciswa kweelwimi
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:8-10
5
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:11
Zonke ke ezi zinto zisetyenzwa kwangaloo Moya mnye; umabela elowo ngokwakhe njengoko athandayo.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:11
6
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:25
ukuze kungabikho kwahlukahlukana emzimbeni; kodwa ukuba amalungu anyamekelane
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:25
7
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:4-6
Ke kaloku kukho izabelo ngezabelo zezibabalo, kodwa ke ikwanguloo Moya mnye. Kukho nezabelo ngezabelo zezabelo zemisebenzi, kodwa ikwayiloo Nkosi inye. Kukho nezabelo ngezabelo zeentsebenzo, kodwa ke ikwanguloo Thixo mnye uzisebenzayo izinto zonke kubo bonke.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:4-6
8
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:28
Inxenye uThixo wayimisa ebandleni, kuqala yangabapostile, okwesibini abaprofeti, okwesithathu abafundisi; kwaza kwaba yimisebenzi yamandla, kwaba zizibabalo zeziphiliso, iintsizo, izilawulo, iintlobo zeelwimi.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:28
9
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:14
Kaloku nomzimba lo ungelungu linye, ungamaninzi.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:14
10
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:22
Kambe ke wona amalungu la malungu omzimba abonakala ebuthathaka ngakumbi.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:22
11
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:17-19
Ukuba umzimba lo uphela ubuliliso, bekuya kuba phi na ukuva? Ukuba ubukukuva uphela, bekuya kuba phi na ukusezela? Kungoku ke, uThixo uthe wawamisa amalungu onke emzimbeni, njengoko ethanda. Ukuba ke onke ebelungu linye, ubuya kuba phi na umzimba?
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:17-19
Home
Bible
Plans
Videos