1
uSamuweli 1 uSamuweli 1-15:22
Contemporary Xhosa Bible 2024
Wathi uSamuweli, uYehova unonelele amadini anyukayo nemibingelelo, ngaphezu kokuva ilizwi likaYehova? Yabona, ukuphulaphula kulungile ngaphezu kombingelelo, ukuphulaphula kulungile ngaphezu kwamanqatha eenkunzi zeegusha.
Compare
Explore uSamuweli 1 uSamuweli 1-15:22
2
uSamuweli 1 uSamuweli 1-15:23
Ngokuba ukuba neenkani kusisono esinjengokuvumisa, ubungqola bunjengenkonzo yezithixo nemilondekhaya. Ngokuba ulicekisile ilizwi likaYehova, naye ukucekisile ukuba ungabi ngukumkani.
Explore uSamuweli 1 uSamuweli 1-15:23
3
uSamuweli 1 uSamuweli 1-15:29
Kananjalo amandla kaSirayeli akaxoki, yaye abaguquki, kuba asingobantu ukuba baguquke.
Explore uSamuweli 1 uSamuweli 1-15:29
4
uSamuweli 1 uSamuweli 1-15:11
Ndiyaxolisa ngokuba ndimenze ukumkani uSawule, ngenxa yokuba uye wandinikela umva waza akazange ayiphumeze imiyalelo yam. Kwaba buhlungu oko kuSamuweli; wabiza uYehova ubusuku bonke.
Explore uSamuweli 1 uSamuweli 1-15:11
Home
Bible
Plans
Videos