1
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 4:12
Contemporary Xhosa Bible 2024
Makungabikho namnye ubudelayo ubuncinane bakho; suka ube ngumzekelo wabakholwayo ngentetho, ngehambo, ngothando, ngokholo, ngobunyulu.
Compare
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 4:12
2
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 4:8
Kuba eyeyomzimba ingqeqesho inceda kancinane; ke kona ukuhlonela uThixo kunceda ngako konke, kunedinga lobomi bakalokunje, nobobo buza kubakho.
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 4:8
3
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 4:16
Zilumkele wena nemfundiso yakho; hlala uhleli kuzo; kuba ngokwenza oko, wozisindisa wena, ubasindise nabo bakuvayo.
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 4:16
4
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 4:1
Ke kaloku uMoya uthi ngokucacileyo inxenye iya kumka elukholweni, ngamaxesha asemva, inyamekele oomoya abalahlekisayo, neemfundiso zeedemon
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 4:1
5
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 4:7
Ke zona iintsomi ezihlambelayo zamaxhegokazi zigatye
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 4:7
6
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 4:13
Nyamekela ukufunda, uvuselelo, imfundiso, ndide ndifike.
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 4:13
Home
Bible
Plans
Videos