1
KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:3
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ithembekile ke yona iNkosi, eya kunizimasa, inigcine kuyo inkohlakalo.
Compare
Explore KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:3
2
KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:5
Yayingathi iNkosi iintliziyo zenu izikhokelele eluthandweni lukaThixo, nasekunyamezeleni uKrestu.
Explore KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:5
3
KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:6
Ke kaloku siyanithethela, bazalwana, egameni leNkosi yethu uYesu Kristu, ukuba nikhwebuke kubo bonke abazalwana abahamba ngokunxaxha, bengahambi ngokwesithethe abasamkelayo kuthi.
Explore KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:6
4
KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:2
nokuba sihlangulwe ebantwini abangendawo, abakhohlakeleyo; kuba ukholo alubantwini bonke.
Explore KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:2
Home
Bible
Plans
Videos