1
KumaHebhere KumaHebhere 3:13
Contemporary Xhosa Bible 2024
manivuselelane imihla ngemihla, xa kusathiwa kunamhla; ukuze kungabikho mntu kuni wenziwa lukhuni kukulukuhla kwesono.
Compare
Explore KumaHebhere KumaHebhere 3:13
2
KumaHebhere KumaHebhere 3:12
Lumkani, bazalwana, hleze kubekho kubani wenu intliziyo engendawo, engakholwayo, enokumka kuThixo ophilileyo
Explore KumaHebhere KumaHebhere 3:12
3
KumaHebhere KumaHebhere 3:14
Kaloku siba ngamabelana ngoKristu, ukuba sithe ingqalo yokukholosa kwethu sayibamba ngokuthe nkqi, sada sesa ekupheleni
Explore KumaHebhere KumaHebhere 3:14
4
KumaHebhere KumaHebhere 3:8
Musani ukuzenza lukhuni iintliziyo zenu, njengasengcaphukisweni, ngomhla wokuhendwa entlango
Explore KumaHebhere KumaHebhere 3:8
5
KumaHebhere KumaHebhere 3:1
Ngoko ke, bazalwana bangcwele, mabelana ngobizo lwasemazulwini, mondeleni uMpostile, uMbingeleli oMkhulu wovumo lwethu, uKristu Yesu
Explore KumaHebhere KumaHebhere 3:1
Home
Bible
Plans
Videos