1
uIsaya uIsaya 62:4
Contemporary Xhosa Bible 2024
Akuyi kuba sathiwa unguLosweli; nelizwe lakho akuyi kuba sathiwa yiNahatoti; ngokuba uYehova ekuvuyele, lithembeke ilizwe lakho.
Compare
Explore uIsaya uIsaya 62:4
2
uIsaya uIsaya 62:6-7
Phezu kweendonga zakho, Yerusalem, ndimise abagcini: imini yonke nobusuku bonke abayi kuze bathi quthu; Nina babiza kuYehova, musani ukuthi cwaka; Musani ukumnika ukuphumla, ade ayimise iYerusalem, ayenze ibe sisihombo ehlabathini.
Explore uIsaya uIsaya 62:6-7
3
uIsaya uIsaya 62:3
Uya kuba sisithsaba esiqaqambileyo esandleni sikaYehova nonkontsho lwasebukhosini esandleni soThixo wakho.
Explore uIsaya uIsaya 62:3
4
uIsaya uIsaya 62:5
Njengokuba indodana izeka intombi, oonyana bakho baya kuzeka wena; njengokuba umyeni enemihlali ngomtshakazi, uThixo wakho uya kuba nemihlali ngawe.
Explore uIsaya uIsaya 62:5
Home
Bible
Plans
Videos