1
uIsaya uIsaya 66:2
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ngokuba sizenzile zonke ezo zinto isandla sam, zabakho ke zonke ezo zinto, utsho uYehova; Ndiya kukhangela kulo mntu ulihlwempu, utyhafileyo emoyeni, ogubhayo ngelizwi lam.
Compare
Explore uIsaya uIsaya 66:2
2
uIsaya uIsaya 66:1
Wathi uYehova, Amazulu ayitrone yam, ihlabathi sisihlalo seenyawo zam. Iphi na le ndlu undakhela yona? Iphi na indawo yam yokuphumla?
Explore uIsaya uIsaya 66:1
3
uIsaya uIsaya 66:13
Njengothuthuzela unina, ndiya kwenjenjalo mna ukunithuthuzela; yaye niya kuthuthuzeleka eYerusalem.
Explore uIsaya uIsaya 66:13
4
uIsaya uIsaya 66:22
Kuba kanye njengoko amazulu amatsha nomhlaba omtsha endiya kuwenza uya kuma phambi kwam,’ utsho uYehova, iya kwenjenjalo ukuma intsapho yenu negama lenu.
Explore uIsaya uIsaya 66:22
Home
Bible
Plans
Videos