1
uYeremiya uYeremiya 15:16
Contemporary Xhosa Bible 2024
Afumaneka amazwi akho, ndawadla; Ilizwi lakho kum laba yimihlali nemivuyo yentliziyo yam, ngokuba ndabizwa ngegama lakho, Yehova, Thixo wemikhosi.
Compare
Explore uYeremiya uYeremiya 15:16
2
uYeremiya uYeremiya 15:19
Ngako oko, utsho uYehova ukuthi, Ukuba uthe waguquka, ndokubuyisa, ubuye ume phambi kwam; kodwa aniguquki kubo.
Explore uYeremiya uYeremiya 15:19
3
uYeremiya uYeremiya 15:21
Ndiya kukuhlangula esandleni songendawo, ndikuhlangule esandleni sowomeleleyo.
Explore uYeremiya uYeremiya 15:21
Home
Bible
Plans
Videos