1
uYohane uYohane 20:21-22
Contemporary Xhosa Bible 2024
Waphinda ngoko uYesu wathi kubo, Uxolo malube nani; njengokuba uBawo endithumile mna, nam ndiyanithuma nina. Akuba etshilo wabaphefumlela, wathi kubo, Yamkelani uMoya oyiNgcwele
Compare
Explore uYohane uYohane 20:21-22
2
uYohane uYohane 20:29
Athi uYesu kuye, Ngokuba undibonile, Tomas, ukholiwe. Banoyolo abo bangabonanga, bakholwa noko.
Explore uYohane uYohane 20:29
3
uYohane uYohane 20:27-28
Aze athi kuTomas, Ethe apha umnwe wakho, uzibone izandla zam; khawusondeze apha isandla sakho, usifake ecaleni lam; musa ukuba ngongakholwayo, yiba ngokholwayo. Waphendula uTomas, wathi kuye, Nkosi yam, Thixo wam!
Explore uYohane uYohane 20:27-28
Home
Bible
Plans
Videos