1
uMarko uMarko 1:35
Contemporary Xhosa Bible 2024
Uthe ke kusasa, kusemnyama, wavuka, waphuma, wemka waya endaweni eyintlango, wathandaza khona apho.
Compare
Explore uMarko uMarko 1:35
2
uMarko uMarko 1:15
esithi, Lizalisekile ixesha, nobukumkani bukaThixo busondele; guqukani, nikholwe kuzo iindaba ezilungileyo ezi.
Explore uMarko uMarko 1:15
3
uMarko uMarko 1:10-11
Uthe kwaoko, akuba enyuka ephuma emanzini, walibona izulu livulekile, noMoya enjengehobe, esihla phezu kwakhe. Kwabakho nezwi eliphuma ezulwini, lisithi, Wena unguNyana wam oyintanda, endikholisiweyo nguye.
Explore uMarko uMarko 1:10-11
4
uMarko uMarko 1:8
Mna okunene ndanibhaptiza ngamanzi, kodwa yena uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele.
Explore uMarko uMarko 1:8
5
uMarko uMarko 1:17-18
Wathi kubo uYesu, Yizani apha nindilandele; ndonenza nibe ngababambisi babantu. Bayishiya kwaoko iminatha yabo, bamlandela.
Explore uMarko uMarko 1:17-18
6
uMarko uMarko 1:22
Bakhwankqiswa kukufundisa kwakhe; ngokuba ebebafundisa njengonegunya, engafundisi njengabo ababhali.
Explore uMarko uMarko 1:22
Home
Bible
Plans
Videos