1
uMarko uMarko 16:15
Contemporary Xhosa Bible 2024
Wathi kubo, Hambani niye kulo lonke ihlabathi, nizishumayele iindaba ezilungileyo kuyo yonke indalo.
Compare
Explore uMarko uMarko 16:15
2
uMarko uMarko 16:17-18
Imiqondiso ke eya kulandelana nabo bakholwayo; Egameni lam baya kukhupha iidemon; baya kuthetha ngeelwimi ezintsha; baya kuphatha iinyoka; nokuba bathe basela into ebulalayo, ayisayi kukha ibenzakalise bona; baya kubeka izandla phezu kwemilwelwe, iphile.
Explore uMarko uMarko 16:17-18
3
uMarko uMarko 16:16
Lowo ukholiweyo wabhaptizwa, wosindiswa; ke yena ongakholwayo, uya kugwetywa.
Explore uMarko uMarko 16:16
4
uMarko uMarko 16:20
Ke bona baphuma, bavakalisa ezindaweni zonke, iNkosi isebenza nabo, iliqinisela ilizwi ngemiqondiso. Amen.
Explore uMarko uMarko 16:20
5
uMarko uMarko 16:6
Athi kubo, Musani ukuqhiphuka umbilini; nifuna uYesu waseNazarete, obebethelelwe emnqamlezweni; Akakho apha; nantsi indawo ababembeke kuyo.
Explore uMarko uMarko 16:6
6
uMarko uMarko 16:4-5
Bathi bakukhangela, babona ukuba liqengqiwe lesuka ilitye; kuba belilikhulu kakhulu. Bakuba bengenile engcwabeni, babona umfana ehleli ngasekunene, ambethe ingubo ende emhlophe; basuka boyika.
Explore uMarko uMarko 16:4-5
Home
Bible
Plans
Videos