1
iMizekeliso Imizekeliso 21:21
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ophuthuma ubulungisa nenceba ubona ubomi nokusesikweni nozuko.
Compare
Explore iMizekeliso Imizekeliso 21:21
2
iMizekeliso Imizekeliso 21:5
Iingcinga zamatshijolo ziba bubutyebi bodwa; ke bonke abangxamayo bayaswela.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 21:5
3
iMizekeliso Imizekeliso 21:23
Obambe umlomo wakhe nolwimi lwakhe Ugcina umphefumlo wakhe ebubini.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 21:23
4
iMizekeliso Imizekeliso 21:2
Zonke iindlela zendoda zithe tye kwawayo amehlo; Uyigocagocile intliziyo uYehova.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 21:2
5
iMizekeliso Imizekeliso 21:31
Ihashe lilungiselwe imini yokulwa, kodwa usindiso luvela kuYehova.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 21:31
6
iMizekeliso Imizekeliso 21:3
Ukwenza okusesikweni nomgwebo kukholekile kuYehova ngaphezu kombingelelo.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 21:3
7
iMizekeliso Imizekeliso 21:30
Akukho bulumko nakuqonda okanye njongo nxamnye noYehova.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 21:30
8
iMizekeliso Imizekeliso 21:13
Ovingca iindlebe zakhe ekukhaleni kwesisweli, Naye uya kubiza, angaviwa.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 21:13
Home
Bible
Plans
Videos