1
iMizekeliso Imizekeliso 27:17
Contemporary Xhosa Bible 2024
Isinyithi silola isinyithi; indoda ilola ubuso bowayo ngokunjalo.
Compare
Explore iMizekeliso Imizekeliso 27:17
2
iMizekeliso Imizekeliso 27:1
Musa ukuqhayisa ngengomso; ngokuba ungayazi ukuba iya kuthini na loo mini.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 27:1
3
iMizekeliso Imizekeliso 27:6
Amanxeba omhlobo athembekile; kodwa yinkohliso ukwanga kotshaba.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 27:6
4
iMizekeliso Imizekeliso 27:19
Njengobuso emanzini buye bajongana nobuso, injalo intliziyo yomntu emntwini.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 27:19
5
iMizekeliso Imizekeliso 27:2
Mawudunyiswe ngomnye, ingabi ngumlomo wakho; umntu wasemzini, hayi imilebe yakho.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 27:2
6
iMizekeliso Imizekeliso 27:5
Kulungile ukohlwaywa ekuhleni ngaphezu kothando olufihlakeleyo.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 27:5
7
iMizekeliso Imizekeliso 27:15
Lithontsi elizothileyo ngemini yemvula, Nomfazi onengxabano mnye.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 27:15
Home
Bible
Plans
Videos