1
iMizekeliso Imizekeliso 8:35
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ngokuba ondifumeneyo mna ufumene ubomi, nenceba evela kuYehova.
Compare
Explore iMizekeliso Imizekeliso 8:35
2
iMizekeliso Imizekeliso 8:13
Ukoyika uYehova kukuthiya into embi; Ndikuthiyile ukuzidla, ukukratsha, indlela egwenxa, nomlomo ongendawo
Explore iMizekeliso Imizekeliso 8:13
3
iMizekeliso Imizekeliso 8:10-11
Yamkelani uqeqesho lwam, ningamkeli silivere; nolwazi ngaphezu kwegolide embiweyo. Kuba ubulumko bulungile ngaphezu kweeperile; nazo zonke izinto ezinqwenelekayo azinakulinganiswa nabo.
Explore iMizekeliso Imizekeliso 8:10-11
Home
Bible
Plans
Videos