1
Iindumiso Iindumiso 144:1
Contemporary Xhosa Bible 2024
(Indumiso kaDavide.) Makabongwe uYehova, mandla am, Ulofundisa izandla zam ukulwa, Ozifundisayo ukulwa neminwe yam!
Compare
Explore Iindumiso Iindumiso 144:1
2
Iindumiso Iindumiso 144:15
Lunoyolo uhlanga olunjalo; Hayi, uyolo lwabantu abaThixo wabo unguYehova.
Explore Iindumiso Iindumiso 144:15
3
Iindumiso Iindumiso 144:2
Ukulunga kwam nenqaba yam; inqaba yam ephakamileyo, umsindisi wam; Ingweletshetshe yam, ndikholose ngaye; owabathobayo abantu bam phantsi kwam.
Explore Iindumiso Iindumiso 144:2
4
Iindumiso Iindumiso 144:3
Yehova, uyintoni na umntu, ukuze umazi! okanye unyana womntu, ukuba uya kuphendula kuye!
Explore Iindumiso Iindumiso 144:3
Home
Bible
Plans
Videos