1
Iindumiso Iindumiso 18:2
Contemporary Xhosa Bible 2024
uYehova liliwa lam, igwiba lam, umsindisi wam; Thixo wam, liwa lam endizimela ngaye; Ngweletshetshe yam, luphondo losindiso lwam, nenqaba yam ephakamileyo.
Compare
Explore Iindumiso Iindumiso 18:2
2
Iindumiso Iindumiso 18:30
uThixo yena, igqibelele indlela yakhe; Ilizwi likaYehova linyibilikisiwe; Uyingweletshetshe kubo bonke abazimela ngaye.
Explore Iindumiso Iindumiso 18:30
3
Iindumiso Iindumiso 18:3
Ndinqula uYehova ongowokudunyiswa; ndiya kusinda ezintshabeni zam.
Explore Iindumiso Iindumiso 18:3
4
Iindumiso Iindumiso 18:6
Ndanqula uYehova ngentliziyo yam, Ndanqula uThixo wam; Waliva etempileni yakhe izwi lam, Ukuzibika kwam kwafika kuye ezindlebeni zakhe.
Explore Iindumiso Iindumiso 18:6
5
Iindumiso Iindumiso 18:28
Ngokuba uyasilumeka isibane sam wena: uYehova, uThixo wam, uyabukhanyisela ubumnyama bam.
Explore Iindumiso Iindumiso 18:28
6
Iindumiso Iindumiso 18:32
UloThixo undibhinqise ubukroti, Oyilungiselayo indlela yam
Explore Iindumiso Iindumiso 18:32
7
Iindumiso Iindumiso 18:46
uYehova uhleli; lelokubongwa iliwa lam; kwaye ngamana uThixo wosindiso lwam angenziwa mkhulu.
Explore Iindumiso Iindumiso 18:46
Home
Bible
Plans
Videos