YouVersion Logo
Search Icon

KWABASEKORINTE II 12:9

KWABASEKORINTE II 12:9 XHO75

Ithe yona kum, Ubabalo lwam lukwanele; kuba amandla am azalisekiswa ekuswelekeni kwamandla. Ngoko kokukhona sendiya kuqhayisa kamnandi kakhulu ngokuswela kwam amandla, ukuze ahlale phezu kwam amandla kaKristu.

Free Reading Plans and Devotionals related to KWABASEKORINTE II 12:9