INTSHUMAYELI 5:15
INTSHUMAYELI 5:15 XHO75
Njengokuba waphuma esizalweni sonina ezé, uya kubuya emke njengoko weza enjalo, angàthabathi nento ngemigudu yakhe, angáyiphathayo ngesandla sakhe.