UISAYA 11:10
UISAYA 11:10 XHO75
Kuya kuthi ngaloo mini, ihlumelo likaYese, elimelé ukuba yibhanile• yezizwe, iintlanga ziquqele kulo; nendafo yokuphumla kwalo ibe bubuqaqawuli.