UISAYA 35:3-4
UISAYA 35:3-4 XHO75
Yomelezani izandla eziwileyo, niwaqinise amadolo agexayo. Yithini kwabantliziyo zingxamayo, Yomelelani, ningoyiki. Yabonani, uThixo wenu uyeza enempindezelo, enembuyekezo kaThixo; uya kuza yena anisindise.