IINDUMISO 87
87
Ubuqaqawuli bomzi kaThixo
Eyoonyana bakaKora. Umhobe. Ingoma.
1Useko alusekileyo lusezintabeni ezingcwele;
2Amasango eZiyon uYehova uwathanda
Ngaphezu kweminquba yonke kaYakobi.
3Kuthethwa iinto ezizukileyo ngawe,
Mzi kaThixo. (Phakamisani.)
4ORahabhi noBhabheli ndiya kubakhankanyela kwabandaziyo;
Nalo elamaFilisti nelaseTire, kunye nelakwaKushi,
Aba bazalelwe khona.
5Ngokusingisele kwiZiyon, kuya kuthiwa,
Lo, naló, uzalelwe kuyo,
Abe yena Osenyangweni eyizinzisa.
6UYehova uya kubàla, ekuzibhaleni izizwi, athi,
Abaya bazalelwe khona: (Phakamisani.)
7Baze, bevuma beqamba, bathi,
Yonke imithombo yam ikuwe.
Currently Selected:
IINDUMISO 87: XHO75
Highlight
Share
Copy
Want to have your highlights saved across all your devices? Sign up or sign in
© Bible Society of South Africa 1975. Used with permission. All rights reserved.

:
Highlight
Share
Copy
Want to have your highlights saved across all your devices? Sign up or sign in
© Bible Society of South Africa 1975. Used with permission. All rights reserved.