INGOMA YAZO IINGOMA 1:4
INGOMA YAZO IINGOMA 1:4 XHO75
Nditsale, sogidima emva kwakho; Ukuba ukumkani undingenise ezingontsini zakhe, Sogcoba, sivuye ngawe. Sozikhankanya izincokoliso zakho ngaphezu kwewayini; Zikuthanda zinyanisile.