AMAVA ENGQONDI 1:9
AMAVA ENGQONDI 1:9 XHO96
Into eyakha yakho yophinda ibe khona. Le nto yenzekileyo iya kuphinda yenzeke kwakhona. Akukho nto intsha phantsi kwelanga.