AMAVA ENGQONDI 2:10
AMAVA ENGQONDI 2:10 XHO96
Yonke into endandiyinqwenela ndandiyifumana, kungekho nasiyolo sakha sandiphosa. Ndandineqhayiya, ndizidla ngayo yonke imizabalazo yam; lowo yaba ngumvuzo wam ngoko kubulaleka.