AMAVA ENGQONDI 5:15
AMAVA ENGQONDI 5:15 XHO96
Mhla wavela umntu uzalwa ngunina ezé; mhla andulukayo uhamba kwangolo hlobo eze ngalo. Kuko konke ukubulaleka kwakhe umntu apha emhlabeni umka engaphathanga nto ngesandla sakhe.