KWABASE-EFESE 5:15-16
KWABASE-EFESE 5:15-16 XHO96
Ngoko ke yigqaleni indlela eniziphatha ngayo. Yibani ngabantu abanengqondo; musani ukuba ziziyatha. Eli thuba ninalo lisebenziseni kakuhle, kuba akho amaxesha amabi.