UYOHANE 4:25-26
UYOHANE 4:25-26 XHO96
Loo mfazi wathi kuye: “Ndiyazi ukuba *uMesiya, ekuthiwa *nguKrestu, uyeza. Wothi ke akufika asixelele konke.” UYesu wathi kuye: “Nguye kanye lo uthetha nawe.”