IINDUMISO 30:11-12
IINDUMISO 30:11-12 XHO96
Wabuguqula baluvuyo ubunzima bam; wandikhulul' ezokuzila, wandambathis' ezolonwabo. Mandikubonge ndingayeki, Thixo wam; ewe, ndikubonge kude kube ngunaphakade, Ndikhoyo!