IINDUMISO 51:17
IINDUMISO 51:17 XHO96
Umbingelelo owufunayo, Thixo, yintliziyo ethobekileyo. Intliziyo ethobekileyo neguqukayo, wena Thixo, akuyideli.