Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:3-4
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:3-4 XHO1902A
Ngokuba lulo olu utando LUKATIXO, ukuba siyigcine imiyalelo yake: imiyalelo yake ayinzima ke. Ngokuba konke okuzelweyo NGUTIXO kuloyisa ilizwe: lulo olu ke ulwoyiso oluloyisayo ilizwe, ukolo lwetu.