Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 4:14
Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 4:14 XHO1902A
Ukuba niyatukelwa igama lika‐Kristu, ninetamsanqa ke; kuba u?-? MOYA wobungcwalisa no KATIXO epumla pezu kwenu: ngokwabo bona uyagxekwa, kodwa ngokwenu nina uyadunyiswa.