Eyokuqala ka‐Samyali 10:9
Eyokuqala ka‐Samyali 10:9 XHO1902A
Kwaye kute, akuba ejikile umhlana wake ukumka ku‐Samyali, wandula UTIXO wamguqulela intliziyo ibe yimbi: kanjako yonke lemiqondiso yeza kubako ngalomini.