YouVersion Logo
Search Icon

Eyokuqala ka‐Samyali 3:9-10

Eyokuqala ka‐Samyali 3:9-10 XHO1902A

Ngako u‐Heli wati ku‐Samyali: Yiya ulale pantsi; kwakuya kuti, nxa akubizayo, uya kwandul’ ukuti: Teta, YEHOVA! ngokuba isicaka sako sisiva. Waya u‐Samyali walala pantsi endaweni yake. Wandula weza UYEHOVA, wema, wabiza njengakuwo amanye amaxesha, esiti: Samyali, Samyali! Waza wati u‐Samyali: Teta; ngokuba isicaka sako sisiva.