YouVersion Logo
Search Icon

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:1-2

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:1-2 XHO1902A

NDITI ke okwokuqala ndiyale ukuba kwenziwe izikungo, imitandazo, izitaṙuziso, nemibulelo, ngenxa yabantu bonke; ngenxa yabo okumkani nabo bonke abasebukosini; ukuze sihlale ngokuhlala okuxolileyo nokuzolileyo kubo bonke ububedesho nokuzibeka.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:1-2