Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:14-15
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:14-15 XHO1902A
KODWA makubulelwe KUTIXO, oti ngamaxesha onke asenze soyise ku‐Kristu, nevumba lokwaziwa kwake alibonakalise ngati kuzo zonke indawo. Ngokokuba silivumba elimnandi lika‐Kristu kuye UTIXO, pakati kwabo basindiswayo, napakati kwabo babubayo





