Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:18
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:18 XHO1902A
Kodwa tina sonke, sibukangela nje ngobuso obungagujungelweyo njengasencwadini ubungcwalisa BENKOSI, siyaguqulelwa kulowo wona umfanekiso kwa kubo obunye ubungcwalisa kude kube kobunye ubungcwalisa, njengokuba buvela kuyo INKOSI UMOYA.





