YouVersion Logo
Search Icon

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:5-6

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:5-6 XHO1902A

kungekukuba silinganele ukutelekelela into ngokwetu, njengokungati kuvela kwa kuti; koko ukulinganela kwetu kuvela KUTIXO; owati kanjalo wasenza silinganele ukuba ngabakonzi bocebano olutsha; bengengabegama, bengabomoya; ngokuba igama libulala, kodwa umoya uyanika ubomi.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:5-6