YouVersion Logo
Search Icon

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:16-17

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:16-17 XHO1902A

Ngako oku asinakudinwa; koko nakuba umntu wetu wapandle ebuba, owapakati noko uyahlaziywa ngemihla ngemihla. Ngokuba ubandezelo lwetu olulula olukoyo kodwa, lusenzela tina ngento egqitisileyo kakulu ngakumbi ubungcwalisa obunzima obungunapakade

Verse Image for Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:16-17

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:16-17 - Ngako oku asinakudinwa; koko nakuba umntu wetu wapandle ebuba, owapakati noko uyahlaziywa ngemihla ngemihla. Ngokuba ubandezelo lwetu olulula olukoyo kodwa, lusenzela tina ngento egqitisileyo kakulu ngakumbi ubungcwalisa obunzima obungunapakade

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:16-17