Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:16
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:16 XHO1902A
netempile KATIXO inesilungelelano sanina nezitixo? ngokuba nina niyiyo itempile KATIXO ohleliyo; njengokuba etshilo UTIXO ukuti: Ndiya kuma kubo, ndihambe pakati kwabo; ndandiya kuba NGUTIXO wabo, bati bona babe ngabantu kum.





