Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 7:9
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 7:9 XHO1902A
Kaloku ndiyavuya, kungekukuba nenziwa lusizi, koko ukuba nenziwa lusizi lwada lwaba luguquko: ngokuba nenziwa lusizi ngo KUKATIXO, ukuze ningalahlekelwa nto ngati.