Izenzo zabapostile 3:7-8
Izenzo zabapostile 3:7-8 XHO1902A
Waza wayibamba ngesokunene isandla, wayisukisa: zasezisomelela inyawo zayo namaqata ayo kwa oko. Yaza isuka ngokutsiba yema yahamba, yangena kunye nabo etempileni, ihamba, itsiba, idumisa UTIXO.