Izenzo zabapostile 5:38-39
Izenzo zabapostile 5:38-39 XHO1902A
Nokwakaloku nje nditi kuni: Gwegwedani kubo ababantu, nibayeke; ngokuba eliqinga umhlaumbi lomsebenzi ukuba uti ube ngowabantu, uya kutshatyalaliswa; kodwa ukuba ungo KATIXO, aningewutshabalalise, hleze nike nifunyanwe nisilwa kwa NOTIXO.