YouVersion Logo
Search Icon

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 1:9-10

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 1:9-10 XHO1902A

Ngenxa yako oku nati, kuselokwomhla sevayo, asipezi ukunitandazela, nokucela ukuba nizaliswe ngokwaziwa kwentando yake kubo bonke ubulumko nokuqonda okubumoya; ukuze nihambe ngokufanele INKOSI kube kukukolisa konke, nivelisa izixakato kuyo yonke imisebenzi elungileyo, nikulela ekumazini UTIXO