YouVersion Logo
Search Icon

I‐Kesodusi 15:23-25

I‐Kesodusi 15:23-25 XHO1902A

Bati bakufika e‐Mara, bakohlwa kusela amanzi ase‐Mara, ngokuba ebeṙaṙa wona; ngako oko igama lalondawo labizwa ngokuti yi‐Mara. Baza abantu baṙoṙa ngaku‐Mosesi, besiti: Sosela nto nina? Wakala ke KUYEHOVA; waza UYEHOVA wambonisa umti, owati akuwuposa emanzini, amanzi asel’ eba mnandi. Apo ke wabenzela ummiso nesiko; nalapo wabalinga