YouVersion Logo
Search Icon

I‐Kesodusi 19:5-6

I‐Kesodusi 19:5-6 XHO1902A

Ngako kaloku, ukuba niya kukutala ukuliva ilizwi lam, nilugcine ucebano lwam, noba yinto enqabileyo kum pezu kwazo zonke intlanga; ngokuba wonke umhlaba ungowam: naniya kuba bubukumkani babaperisite kum, nesizwe esingcwele. Ngawo la amazwi oya kuteta wona elusatsheni luka‐Sirayeli.