YouVersion Logo
Search Icon

I‐Kesodusi 21:23-25

I‐Kesodusi 21:23-25 XHO1902A

Kodwa ukuba kuko ukwenzakala, uya kwandul’ ukunika ubomi ngenxa yobomi, iliso ngenxa yeliso, izinyo ngenxa yezinyo, isandla ngenxa yesandla, unyawo ngenxa yonyawo, isitshiswa ngenxa yesitshiswa, inxeba ngenxa yenxeba, umvimbo ngenxa yomvimbo.