Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:6-7
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:6-7 XHO1902A
Kanjalo ukuba ningonyana, wati UTIXO watumela ezintliziywenu zenu UMOYA wonyana wake, ebiza ukuti: Aba, Bawo! Kwa njalo ke akusabi likonza, ungunyana; nokuba ungunyana, uyindlalifa KATIXO ngaye u‐Kristu kanjako.