YouVersion Logo
Search Icon

I‐Genesise 1:9-10

I‐Genesise 1:9-10 XHO1902A

Wayesiti UTIXO: Amanzi angapantsi kwezulu makahlanganiselwe endaweni inye, kuze kubonakale okwomileyo. Kwaye kunjalo ke. Wati UTIXO ukutiya okwomileyo, ngumhlaba; wati nokutiya ukuhlanganisana kwamanzi, zilwandle. Waye UTIXO wabona ukuba kulungile.