YouVersion Logo
Search Icon

I‐Genesise 21:17-18

I‐Genesise 21:17-18 XHO1902A

Waye UTIXO weva ilizwi lomfana; yaza ingelosi KATIXO yabiza ku‐Hagare isezulwini, yati kuye: Unandawo nina, Hagare? ungoyiki; ngokuba UTIXO evile ilizwi lomfana apo akona. Suka, umfunqule umfana, umbambe ngesandla sako; ngokuba ndiya kumenza isizwe esikulu.